Funda nto kwizilwanyane!
Kuninzi esinokufunda kwizilwanyana, ukusukela kwindlela ezenza ngayo nendlela eziye zikhawulelane ngayo nembalela.
Mhla kukho imbalela akunofane ubone isilwanyane kunzima ukuba siphume ebuhlanti siye emadlelweni nokuba sisazi amadlelo omile.
Sizakupuma eleke kusisa siye emadlelweni siyokukhangela amadlelo angcono kunalana abethwe yimbalelo nokuba umde kangakanani umgama.
Isilwanya xa sithe sazala, umyinge wamashumi alithoba ekhulwini (90%) uyalazi uxanduva lokufundisa amatakane/amathole indlela zokuphila ngoba alikho lininzi ixesha elizakulichitha nenzala phambi kokuba kufuneke izimele.
Izilanyanaz iye zichitha ixesha kangangoko ekufundiseni inzala yazo iindlela zokuphila nokuzondla.
Iinkunzi azihleli nje zicinga ngokukhwela iimazi namathokazi, zikhwela xa kukho Isidingo sokwandisa okanye ukuzibonakalisa ubunganga kulo mhlambi.
