Amaphupha ngomtshato
Nangona xa sihleli singalelanga umtshato iyinto entle kunye nethamsanqa. Xa sikubona silele kubalibhadi kwaye kwayanyaniswa kakhulu nokufa.
Dream
Nangona xa sihleli singalelanga umtshato iyinto entle kunye nethamsanqa. Xa sikubona silele kubalibhadi kwaye kwayanyaniswa kakhulu nokufa.
Xa siphupha ngomlilo kubalulekile ukuba sazi oku kulandelayo okanye sicinge ngako. Xa ubasa umlilo omkhulu oko kungathetha ukuba uza kulwa nomntu omaziyo. Ukuba uphupha ulawula umlilo kwaye uwusebenzisa ukufeza…
Ukutya emaphupheni kunokubonisa izinto ezahlukeneyo. Ukutya kufuzisela ubutyebi, ukuchuma, ukonwaba. Yiyo loo nto kubalulekile ukuba ukhumbule iinkcukacha zephupha lakho, ingakumbi iinkcukacha ezinxulumene nokutya okuphuphileyo.
Ukufa yinto eyoyikwa ngumntu wonke ingakumbi ke ngoku xa kuzakuvelela ebuthongweni. Kungako xa uphuphe ngokufa kumele ucele ukucaciselwa ngabantu abakwaziyo ukulawula amaphupha.
Xa uphupha ngezinto ezahlukeneyo zasekhitshini, usoloko ucinga ngeenjongo zazo kunye nendlela ozisebenzisa ngayo izixhobo ephupheni elo. Umzekelo, isitovu esivutha izinto, sinokucebisa ngemfudumalo, ukukhanya kunye nentshisakalelo oza nayo kusapho lwakho.
Amaxesha amaninzi ukuphupha ngeziqhamo kukholeleka ekubeni kubekho uphuhliso oluzayo futhi kubekho neziphumo ezihle ezilindelekileyo. Ixesha elininzi ukuphupha iziqhamo kungathetha into entle. Kodwa intsingiselo ijika ibe mbi xa isiqhamo sibonakala singekavuthwa,…
Izizwe ezininzi zaseAfrika zikholelwa ekubeni izikhova zizo ezizisa ukufa kunye namabhadi. Xa siviwa sikhala kufutshane nomzi othile kuye kukholelwe ukuba kukhona ukufa okuzayo kumzi lowo. Koyikisa nangakumbi ke ukusiphupha ulele.
Ukuphupha inyoka akuyonto imnandi kwaphela, amaxesha amaninzi kuthetha ukuba kukho utshaba olukuzungezayo kwaye lusondele kakhulu apha kuwe. Kwaye kuxhomekeka nasekubeni yeyiphi inyoka oyiphuphileyo. Umzekelo, ukuba uphupha inyoka enkulu (i-Anaconda umzekelo),…
Amaphupha ngenyama anganeentsingiselo ezahlukeneyo. Ngokubanzi, anentsingiselo elungileyo ingakumbi ukuba inyama ibimnandi kwaye iphekwe kakuhle. Anokubonisa iimeko ezintle ezenzeka ebomini bomntu eziya kuba ngunobangela wokubhiyoza. Iphupha elinje linokuba luphawu lotyalo-mali olulungileyo…
Izindlu emaphupheni zingabonakalisa ukuziqonda kwethu kunye nokuzazi kwethu. Umphambili wendlu ufuzisela indawo yobuntu bakho, ubonakalisa ubuwena kwihlabathi liphela, ngelixa indawo yangasemva yendlu ibonisa ukuzimela kwakho kwimicimbi yangasese, izinto ezifihliweyo kwabanye.