Amaphupha

Dream

Amaphupha ngemvula

Isimo sezulu esinezaqhwithi sinokuthi sibonakalise ukungavisisani kunye nomsindo. Ukukhanya kwelanga kubonakalisa uvuyo kunye nethemba (okanye ukufika koku ebomini bakho). Ngelixa imvula inokuba luphawu lweenyembezi kodwa isenokubonisa ukuhlaziyeka emphefumlweni. Amaphupha angemvula ohlukahlukene…

Amaphupha ngemifuno

Amaphupha amalunga nemifuno anokuchazwa ngeendlela ezahlukeneyo. Konke oku ke kuxhomekeke kumgangatho wemifuno, inkangeleko kunye nezenzo ezichaphazela umphuphi buqu. Imifuno ihlala ifuzisela ukhetho, kodwa ngokubanzi igrogrisa ngemicimbi emibi: ukusebenza nzima, ilahleko…

Amaphupha ngehobe

Ihobe linxulunyaniswa nempilo entle, ukuchuma, iingcinga ezilungileyo kunye nothando. Ukubona amahobe ephupheni kuthetha ukuba izinto ezintle nezithandekayo zizakuza kuwe. Izinto ezilahlekileyo ziya kufumaneka, usizi luya kubuyela kowalo.  Maxa wambi kungathetha…

Amaphupha ngeendudumo

Ukuva iindudumo ngelixa uphuphayo kungathetha ukudubuleka ngumsindo okanye ubundlongondlongo obukhoyo ngaphakathi kuwe. Okunye kusenokusebenza njengophaphanyiswa ngendlela evakalayo nebonisa ukuba kufuneka unike ingqalelo inkalo ethile ebomini bakho njengoko kukho isifundo esibalulekileyo…

Amaphupha ngeembovane

Ukuphupha iimbovane kungathetha izinto ezininzi. Ezinye zezi zinto zintle ze ezinye zazo zingabi ntle, ngoko ke kungafuneka ukuba udibane noosiyazi okanye umntu wakokwenu omdala okwazi ukulawula amaphupha. Ukuba uthi uphuphe…

Amaphupha ngabantu abangasekhoyo

Singabantu sikholelwa ekubeni abangasekhoyo emhlabeni abasishiyanga kwaphela basekunye nathi ngokomoya. Amaxesha amaninzi sibonana nabo emaphupheni. Nangona kunjalo xa sidibana nabo ngokomoya emaphupheni kuxhomekeka ukuba sibaphuphe besenzani ntoni na kwaye besithini.

Amaphupha angemali

Ukuphupha ngemali kungathetha izinto ezininzi ezinokwenzeka kuwe xa uhleli okanye ungaphuphi. Ixesha elininzi kukholeleka ukuba ukuphupha ngemali kungayinto elungileyo okanye isilumkiso kwinto embi enokwenzeka.

Amaphupha angegumbi lokulala

Ukuphupha igumbi lokulala linokuchaza iingcinga zabucala, okanye imiba ongaziva ukhululekile ukuncokola ngayo nabanye abantu. Ihlala ikhomba kwimicimbi yezesondo, iingxaki ngesiqu sakho, okanye izinto ozifumana zilihlazo, kube ngakumbi imiba yobudlelwane nabanye…

Amaphupha amnandi ngamanzi

Singasoloko siphupha ngamanzi, kuba amanzi yinxalenye ebalulekileyo yobomi bethu. Apha, sijonga indlela yokutolika amaphupha ethu malunga namanzi ngokuhlalutya uphawu lwenkcubeko, kunye nendlela edibana ngayo neemvakalelo kunye nezenzo zethu. Kwaye kubalulekile…

Amaphupha amabi ngamanzi

Singasoloko siphupha ngamanzi, kuba amanzi yinxalenye ebalulekileyo yobomi bethu. Apha sijonga indlela yokutolika amaphupha ethu malunga namanzi ngokuthi sihlalutye uphawu lwenkcubeko, kunye nendlela edibana ngayo neemvakalelo kunye nezenzo zethu. Kwaye…