Ukhuphiswano lwe-AVBOB lwemibongo lungena kwinyanga yalo yokugqibela
UKhuphiswano lweMibongo ye-AVBOB ka-2026 luvala ngentsimbi ye-23:59 ngomhla wama-30 kweyeNkanga ngo-2025. Iimbasa ezintle zilindele abaphumeleleyo, amagama abo aza kubhengezwa kumsitho wegala ekupheleni konyaka ozayo. Abagwebi baza kukhetha eminye yemibongo enamandla…
