uXhela Gwenxa
uXhela Gwenxa
ukuxhela yenye yento ezibalulekileyo kumzi omnyama, kodwa indlela oxhela yinto apha esingayijongisisiyo.
Isilinywana nesiphi na sinemiqathango ebekiweyo ekumele sixhelwa ngayo, nto le encedisana nobume benyama leyo izophuma apho kwesosilwanyana sixheliweyo.
Inyama ephuma kwisilwanyana esingaxhelwanga ngendlela kubulala ezinye zezakha Mzimba ezidingekayo kulonyama.
Inkolo yakwantu inendlela yayo eyenzayo xakuzokuxhelwa, kuba ukuxhela oku kwantu kuyathetha kwaye kuzanentsebenziswano Phakathi kwethu.
Lentsebenziswano ibangela into uyokuba abemnintsi umntu ongqunge esosilwanyana sizakuxhelwa.
Okukungqungwa kwayo ngabantu abanintsi luqaliso lobugwenxa, kuba esasilwanyana siqalisa ngoku uphazamiseka, phazamiseko olo luzakuya ezihlunwinini ezi ziyinyama kuthi.
Sithi sakuwa esisilwanyane sixhelwayo silaliswe ngecala apho kuzanywa ukukhutshwa igazi, kodwa isilwanyana esilele ngecala asophi ngokwaneleyo aliphumisisi igazi kulo emzimbeni, ibengunobangela ke wenyama engekho kwizinga eliphezulu.
Indlela esiye siyipheke ngayo lenyama seyigqithe kwezindlela zinabiswe ngentla, iye iphekwe kwamadangatya omlilo andisa ubugwenxa kokulungiso lwalwenyama.
