Amagwala
Iyhoo, ndiyindindi Tshooo, yingxubakaxaka Kanti yintoni igwala? Kanti anje amagwala? Nqandan’amagwala.
Iyhoo, ndiyindindi Tshooo, yingxubakaxaka Kanti yintoni igwala? Kanti anje amagwala? Nqandan’amagwala.
Intatheli Yethu Emva kweveki umlilo utshabalalise amatyotyombe ali-106 eDunoon eNkanini, washiya abantu abangama-233 bengenandawo yokuhlala ngobusuku bangaphambi koNyaka oMtsha, elinye idangatye lamatyotyombe laseSiyahlala libangele ukubhubha kwendoda ngoMgqibelo umhla we-7 kaJanuwari….
IDunoon ifumana isabelo sayo seentsana ezine zeKrisimesi kwabali-188 kweli phondo INTATHELI YETHU Abanye abazali baseNtshona Koloni bebenemibhiyozo kabini yeeholide njengoko bebesamkela iintsana zabo ezisandul’ ukuzalwa kwihlabathi ngeKrisimesi nangoSuku loNyaka oMtsha. Iintsana…
Sele bethande ukuduma kakubi abasebenzi bakwamasipala kwezintsuku ngenxa yokubanomgrunu wokutya kwimicimbi kasipala. Kwiveki ephelileyo kuthiwa kungenelele amapolisa emva kokuba ebasebenzi besilwa ngokutya kumcimbi wokukhumbula amagugu nobubanjelwe kwiholo kamasipala eMatatiele. Ingxelo…
Singamakhosikazi alishumi elinesihlanu abomvu krwee, asizange sawabona amasango wesikolo. Othe wanesikolo apha kuthi inoba unebanga lesibini. Singa bahlolokazi, abanye bethu bakhulisa abazukulwana abangena bazali. Abanye bethu amadoda abo abuya ezimayini…
Zimkhita Manqinana, born and bred in the out skirts of Engcobo, in a small village called Cobosi, deep it only had electricity last year, 2016. She studied towards Journalism, obtained…
Size ePosini bathi akukho mali” NgoLwesihlanu, i-Postbank ivume ukuba kukho ingxaki ethintele abantu abaninzi abafumana inkxaso-mali ukuba bafikelele kwiintlawulo zabo zikaJanuwari ka-2023. Ibhanki yasePost ithi lo mba usonjululwe. Kodwa iGroundUp…
Uzibone esengxakini enkulu uMfana obedlula kubhaza-bhaza wevenkile yabakwa Lewis eDiken namhlanje ephethe umpu ngelixa kugaleleka isithuthi soonogada ebesizothatha imali. Bangqale kuye ngelithi uphazamisana nomsebenzi wabo
Eliphephandaba lifunde ukuba uninzi loonogada abanazixhobo zaneleyo zokuzikhusela xa bathe basengxakini. Oku kudizwe ngoonogada ku dliwano-ndlebe neliphepha ndaba. Abanogada batsho besithi sele bayamkela le meko yelicandelo. Bephendula umbuzo othi bacinga…
Umbutho wolutsha lweAfrican National Congress kunye nombutho ophikisayo kwezopolitiko iEconomic Freedom Fighters bakhala esofelweyo emva kokubekwa kukalowo wayesakuba ngusihlalo we ANC nomeya wamasipala wengingqi iAlfred Nzo njengosihlalo wesigqeba solawulo kulomasipala…