ABAFUNDI BASE TOLI BAXHOTYISWE NGAMAKHONDO ABANOKUWATHABATHA
Isikolo samabanga aphezulu I Toli, e Lusikisiki, siwelwe ngumqa esandleni ngexesha sindwendwelwa ngamaziko emfundo ephakamileyo ukuxhobisa abafundi bebanga leshumi elinesibini.Â
Isikolo samabanga aphezulu I Toli, e Lusikisiki, siwelwe ngumqa esandleni ngexesha sindwendwelwa ngamaziko emfundo ephakamileyo ukuxhobisa abafundi bebanga leshumi elinesibini.Â
Isangxa SikaRhaxothi yincwadi ebali Layo lingobomi beNkosi yabaThembu baseRhoda, uNkosi Ngangomhlaba Matanzima ongasekhoyo. Libali lobomi bakhe sukela oko wazalwayo ukuza kuma ngexesha lokuphela kobomi bakhe nge22 kweyoMqungu 2022.
Kumakhaya aseMzantsi Afrika, amakhulu amawaka  abafundi besikolo nabaseYunivesithi bafundela iimviwo zabo zaphakathi enyakeni. Abazali abaninzi bayavuma ukuba eli lixesha elinomngeni kakhulu, akuphelelanga nje kubafundi kodwa nabazali kunye nabagcini ngokwabo, abafuna…