Author: Admin

Amaphupha ngeembovane

Ukuphupha iimbovane kungathetha izinto ezininzi. Ezinye zezi zinto zintle ze ezinye zazo zingabi ntle, ngoko ke kungafuneka ukuba udibane noosiyazi okanye umntu wakokwenu omdala okwazi ukulawula amaphupha. Ukuba uthi uphuphe…

Dear Rhulumente

Ndibhala lencwadi ngosiba eselizophela, Ndiyibhala ndibuhlungu entliziyweni, Ndixhelekile emphefumlweni nasentliziyweni, Ndiqhutywa yintlungu endiyibonayo mihla yonke.

Amaphupha ngabantu abangasekhoyo

Singabantu sikholelwa ekubeni abangasekhoyo emhlabeni abasishiyanga kwaphela basekunye nathi ngokomoya. Amaxesha amaninzi sibonana nabo emaphupheni. Nangona kunjalo xa sidibana nabo ngokomoya emaphupheni kuxhomekeka ukuba sibaphuphe besenzani ntoni na kwaye besithini.

Amaphupha angemali

Ukuphupha ngemali kungathetha izinto ezininzi ezinokwenzeka kuwe xa uhleli okanye ungaphuphi. Ixesha elininzi kukholeleka ukuba ukuphupha ngemali kungayinto elungileyo okanye isilumkiso kwinto embi enokwenzeka.

UBUTYWALA

By: Thabo Tafeni aka Isilo Esimzila Hay hay hay hay hey! Tywala wen’ ungumtshabalalisi! Uyinzala kumdiliya, Usisisele sengqolowa. Uwahluthil’ amakamva, Uwapoqil’ amaphupha.

Amaphupha angegumbi lokulala

Ukuphupha igumbi lokulala linokuchaza iingcinga zabucala, okanye imiba ongaziva ukhululekile ukuncokola ngayo nabanye abantu. Ihlala ikhomba kwimicimbi yezesondo, iingxaki ngesiqu sakho, okanye izinto ozifumana zilihlazo, kube ngakumbi imiba yobudlelwane nabanye…

Amaphupha amnandi ngamanzi

Singasoloko siphupha ngamanzi, kuba amanzi yinxalenye ebalulekileyo yobomi bethu. Apha, sijonga indlela yokutolika amaphupha ethu malunga namanzi ngokuhlalutya uphawu lwenkcubeko, kunye nendlela edibana ngayo neemvakalelo kunye nezenzo zethu. Kwaye kubalulekile…

Siphose ntoni?

by Mbulelo Tshofela Siphose ntoni? Siyiphose phi? Yimbhude-mbhude, Yingxuba kaxaka esizweni, Akukho nto ilungayo. Kuzizijwili, kuzizikhalazo, Zizityholo zizigxeko, Elowo ekhomba komnye, Nomnye enqanda, Engavumi icekwa Lilale kuye.

Amaphupha amabi ngamanzi

Singasoloko siphupha ngamanzi, kuba amanzi yinxalenye ebalulekileyo yobomi bethu. Apha sijonga indlela yokutolika amaphupha ethu malunga namanzi ngokuthi sihlalutye uphawu lwenkcubeko, kunye nendlela edibana ngayo neemvakalelo kunye nezenzo zethu. Kwaye…

Uhambo lwemfihlakalo

by Lucy Impondokazi Ke ukuba kubi emehlweni enu, Ukumkhonza uYehova zinyuleleni owenu, Eniya kumkhonza namhla ngokwenu! Ze nikhumbule ukuba mna nendlu yam; Siyakumkhonza uYehova; Etsho echiza esingela ehamba.